IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 11:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kuphela nje andiyi kubukrazula bonke ubukumkani.+ Esinye isizwe ndiya kusinika unyana wakho, ngenxa kaDavide umkhonzi wam+ nangenxa yeYerusalem endiyinyulileyo.”+

  • 2 Kronike 13:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ke thina, uYehova nguThixo wethu,+ asimshiyanga; kodwa ababingeleli balungiselela kuYehova, oonyana baka-Aron, kwanabaLevi emsebenzini.+

  • 2 Kronike 25:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 UAmatsiya wamqokelela ndawonye uYuda ukuba eme ngokwezindlu zookhokho bakhe,+ ngokweentloko zamawaka+ nangokweentloko zamakhulu+ kuye wonke uYuda noBhenjamin; yaye waqhubeka ebabhalisa ukususela kwabaneminyaka engamashumi amabini+ ubudala ukuya phezulu, waza ekugqibeleni wabafumanisa bengamakhulu amathathu amawaka amadoda abalaseleyo aphuma umkhosi, naphatha incula+ nekhakha elikhulu.+

  • Hoseya 11:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 “UEfrayim undingqonge ngobuxoki,+ yena uSirayeli ngenkohliso. Kodwa uYuda usabhadula kuThixo,+ nakuLowo Ungoyena Ungcwele ukholosekile.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share