1 Kumkani 1:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Kanye njengoko uYehova waba nenkosi yam ukumkani,+ makabe noSolomon,+ yaye wanga angayenza itrone yakhe ibe nkulu ngakumbi+ kunetrone yenkosi yam uKumkani uDavide.” Luka 19:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 isithi: “Usikelelwe Lowo uza njengoKumkani egameni likaYehova!+ Uxolo ezulwini, nozuko kwezona ndawo ziphakamileyo!”+
37 Kanye njengoko uYehova waba nenkosi yam ukumkani,+ makabe noSolomon,+ yaye wanga angayenza itrone yakhe ibe nkulu ngakumbi+ kunetrone yenkosi yam uKumkani uDavide.”
38 isithi: “Usikelelwe Lowo uza njengoKumkani egameni likaYehova!+ Uxolo ezulwini, nozuko kwezona ndawo ziphakamileyo!”+