IMizekeliso 16:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ikratshi liphambi kokuwa,+ yaye umoya wekratshi uphambi kokukhubeka.+ Luka 14:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba wonk’ ubani oziphakamisayo uya kuthotywa nalowo uzithobayo uya kuphakanyiswa.”+ Roma 12:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Nyamekelanani;+ musani ukunyamekela izinto eziphakamileyo,+ kodwa sukelani izinto eziphantsi.+ Musani ukuba ziingqondi emehlweni enu.+
16 Nyamekelanani;+ musani ukunyamekela izinto eziphakamileyo,+ kodwa sukelani izinto eziphantsi.+ Musani ukuba ziingqondi emehlweni enu.+