Numeri 22:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Kodwa yathi ingelosi kaYehova kuBhileham: “Hamba namadoda lawo;+ ke ilizwi endiya kulithetha kuwe uze uthethe lona lodwa.”+ Waqhubeka ke uBhileham ehamba neenkosana zikaBhalaki. ABagwebi 6:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kamva ingelosi kaYehova yeza+ yaza yahlala phantsi komthi omkhulu owawuseOfra, owawungokaYowashe umAbhi-ezere,+ ngoxa uGidiyon+ unyana wakhe wayebhula ingqolowa esixovulelweni sewayini ukuze ayifihle ngokukhawuleza ingabonwa nguMidiyan. Galati 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Noko ke, ukuba thina okanye ingelosi yasezulwini ivakalise kuni iindaba ezilungileyo ezingaphaya kwezo sazivakalisayo kuni, makaqalekiswe lowo.+
35 Kodwa yathi ingelosi kaYehova kuBhileham: “Hamba namadoda lawo;+ ke ilizwi endiya kulithetha kuwe uze uthethe lona lodwa.”+ Waqhubeka ke uBhileham ehamba neenkosana zikaBhalaki.
11 Kamva ingelosi kaYehova yeza+ yaza yahlala phantsi komthi omkhulu owawuseOfra, owawungokaYowashe umAbhi-ezere,+ ngoxa uGidiyon+ unyana wakhe wayebhula ingqolowa esixovulelweni sewayini ukuze ayifihle ngokukhawuleza ingabonwa nguMidiyan.
8 Noko ke, ukuba thina okanye ingelosi yasezulwini ivakalise kuni iindaba ezilungileyo ezingaphaya kwezo sazivakalisayo kuni, makaqalekiswe lowo.+