IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 17:46
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 46 Ngale mini uYehova uya kukunikezela esandleni sam,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kukubulala ndize ndiyisuse intloko yakho kuwe; yaye ngokuqinisekileyo izidumbu zenkampu yamaFilisti ndiya kuzinika iintaka zezulu namarhamncwa omhlaba ngale mini;+ baze abantu bomhlaba wonke bazi ukuba kukho uThixo ongowakwaSirayeli.+

  • Yeremiya 15:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “‘Kwaye ndiza kubamisela iintsapho ezine,’+ utsho uYehova, ‘ikrele lokubulala, nezinja ukuba zirhuqe, nezidalwa eziphaphazelayo zamazulu+ nezilo zomhlaba ukuba zidle nokuba zonakalise.

  • ISityhilelo 19:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Abaseleyo babulawa ngekrele elide lalowo uhleli ehasheni,+ krele elo laliphuma emlonyeni+ wakhe. Zadla zahlutha+ zonke iintaka+ yinyama yabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share