IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 23:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 “Ngoku, khangela! Namhlanje ndihamba endleleni yomhlaba wonke,+ kwaye niyazi kakuhle ngeentliziyo zenu zonke nangemiphefumlo yenu yonke ukuba akusilelanga nalinye ilizwi kuwo onke amazwi alungileyo uYehova uThixo wenu awathethileyo kuni. Onke abe yinyaniso kuni. Akusilelanga nalinye ilizwi kuwo.+

  • Yobhi 30:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Kuba ndazi kakuhle ukuba uya kundibuyisela ekufeni,+

      Nasendlwini yokuhlangana yabo bonke abaphilayo.

  • INtshumayeli 9:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Konke esikufumanayo ukuba sikwenze isandla sakho kwenze ngamandla akho onke,+ kuba akukho msebenzi nakuyila nakwazi+ nakulumka+ eShiyol,+ kwindawo oya kuyo.+

  • Hebhere 9:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Yaye njengoko kubekelwe abantu+ ukuba bafe kube kanye, kodwa emva koku ibe ngumgwebo,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share