1 Kumkani 2:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Ndihamba endleleni yomhlaba wonke,+ kwaye wena umele womelele+ uze uzingqine uyindoda.+ INtshumayeli 9:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Konke esikufumanayo ukuba sikwenze isandla sakho kwenze ngamandla akho onke,+ kuba akukho msebenzi nakuyila nakwazi+ nakulumka+ eShiyol,+ kwindawo oya kuyo.+
10 Konke esikufumanayo ukuba sikwenze isandla sakho kwenze ngamandla akho onke,+ kuba akukho msebenzi nakuyila nakwazi+ nakulumka+ eShiyol,+ kwindawo oya kuyo.+