1 Kumkani 11:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 USolomon wafuna ukumbulala uYerobhoham.+ Ngoko uYerobhoham wabaleka+ waya eYiputa kuShishaki+ ukumkani waseYiputa, yaye wahlala apho eYiputa de wafa uSolomon. 2 Kronike 12:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kwathi ngonyaka wesihlanu kaKumkani uRehobhoham+ wenyuka uShishaki+ ukumkani waseYiputa nxamnye neYerusalem, (kuba babeziphethe ngokungathembeki kuYehova,)+
40 USolomon wafuna ukumbulala uYerobhoham.+ Ngoko uYerobhoham wabaleka+ waya eYiputa kuShishaki+ ukumkani waseYiputa, yaye wahlala apho eYiputa de wafa uSolomon.
2 Kwathi ngonyaka wesihlanu kaKumkani uRehobhoham+ wenyuka uShishaki+ ukumkani waseYiputa nxamnye neYerusalem, (kuba babeziphethe ngokungathembeki kuYehova,)+