2 Kronike 12:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngoko uShishaki+ ukumkani waseYiputa waphuma nxamnye neYerusalem waza wabuthabatha ubuncwane bendlu kaYehova+ nobuncwane bendlu kakumkani.+ Wathabatha yonke into; wathabatha amakhaka egolide awayenziwe nguSolomon.+ INdumiso 39:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngokuqinisekileyo umntu uhambahamba njengesithunzi.+Ngokuqinisekileyo baxokozela ngelize.+Umntu ufumba izinto engazi ukuba ngubani na oya kuzihlanganisa.+
9 Ngoko uShishaki+ ukumkani waseYiputa waphuma nxamnye neYerusalem waza wabuthabatha ubuncwane bendlu kaYehova+ nobuncwane bendlu kakumkani.+ Wathabatha yonke into; wathabatha amakhaka egolide awayenziwe nguSolomon.+
6 Ngokuqinisekileyo umntu uhambahamba njengesithunzi.+Ngokuqinisekileyo baxokozela ngelize.+Umntu ufumba izinto engazi ukuba ngubani na oya kuzihlanganisa.+