IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 27:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Uya kulungisa, kodwa ngolilungisa oya kwambatha,+

      Yaye ngulowo umsulwa oya kuba nesabelo kwisilivere.

  • INdumiso 49:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kuba uyabona ukuba kwanosisilumko uyafa,+

      Kunye nosisiyatha nalowo ungaqiqiyo uyatshabalala,+

      Yaye bafanele babushiye kwabanye ubuncwane babo.+

  • IMizekeliso 13:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Olungileyo ushiyela oonyana boonyana ilifa, ubutyebi bomoni bugcinelwa ilungisa.+

  • INtshumayeli 2:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Yaye ngubani na okwaziyo ukuba uya kuba sisilumko okanye uya kuba sisidenge?+ Kanti uya kukulawula konke ukusebenza kwam nzima endakusebenzayo nendabonisa ubulumko ngako phantsi kwelanga.+ Kwanako oku kungamampunge.

  • INtshumayeli 4:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kukho omnye, engekho owesibini;+ akanaye unyana okanye umntakwabo,+ kodwa akukho siphelo kuko konke ukusebenza kwakhe nzima. Akaneli amehlo akhe bubutyebi:+ “Yaye ngubani endimsebenzela nzima ndize ndiwubandeze izinto ezilungileyo umphefumlo wam?”+ Kwanako oku kungamampunge, nomsebenzi oyintlekele.+

  • Luka 12:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kodwa uThixo wathi kuso, ‘Wena ungenangqiqo, ngobu busuku bayawufuna kuwe umphefumlo wakho.+ Ziya kuba zezikabani na ke ezo zinto uziqwebileyo?’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share