Duteronomi 17:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 wozimisela ukumkani aya kumnyula+ uYehova uThixo wakho. Uze uzimisele ukumkani wakubazalwana bakho. Akuyi kuvunyelwa ukuba uzimisele owasemzini ongengomzalwana wakho.
15 wozimisela ukumkani aya kumnyula+ uYehova uThixo wakho. Uze uzimisele ukumkani wakubazalwana bakho. Akuyi kuvunyelwa ukuba uzimisele owasemzini ongengomzalwana wakho.