IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 17:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 “Umele uhlale kuye, awufunde imihla yonke yobomi bakhe,+ ukuze afunde ukumoyika uYehova uThixo wakhe nokuwagcina onke amazwi alo mthetho nale mimiselo ukuba ayenze;+

  • Duteronomi 29:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Wagcineni ke amazwi alo mnqophiso niwenze, ukuze nibe nempumelelo kuyo yonk’ into eniyenzayo.+

  • INtshumayeli 12:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ukuqosheliswa kombandela, emva kokuba yonk’ into iviwe, naku: Yoyika uTHIXO oyinyaniso+ uze ugcine imiyalelo yakhe.+ Kuba oku kuyimbopheleleko yomntu.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share