IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 14:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 UAsa wenza okufanelekileyo nokulungileyo emehlweni kaYehova uThixo wakhe.

  • 2 Kronike 14:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 UAsa wabiza kuYehova uThixo wakhe+ wathi: “Owu Yehova, ngokuphathelele ukunceda, akunamsebenzi kuwe enoba baninzi okanye ngabo bangenamandla.+ Khawusincede, Yehova Thixo wethu, kuba sayama ngawe,+ siza nxamnye nesi sihlwele ngegama lakho.+ Owu Yehova, unguThixo wethu.+ Musa ukuvumela umntu ofayo abe namandla nxamnye nawe.”+

  • 2 Kronike 15:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ke zona iindawo eziphakamileyo+ azithanga shwaka kwaSirayeli.+ Kuphela nje yona intliziyo ka-Asa yayiphelele yonke imihla yakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share