IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 14:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Naye waqhubeka ezakhela iindawo eziphakamileyo,+ iintsika ezingcwele+ nezibonda ezingcwele+ phezu kwazo zonke iinduli eziphakamileyo+ naphantsi kwayo yonke imithi enabileyo.+

  • 2 Kumkani 14:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kuphela ziindawo eziphakamileyo ezingazange zithi shwaka.+ Abantu babesabingelela beqhumisa nemibingelelo kwiindawo eziphakamileyo.+

  • 2 Kumkani 23:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ngako oko wababingelela bonke ababingeleli+ beendawo eziphakamileyo ababephezu kwezibingelelo waza wawatshisela phezu kwazo amathambo abantu.+ Emva koko wabuyela eYerusalem.

  • Hezekile 6:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Uze uthi, ‘Owu zintaba zakwaSirayeli, liveni ilizwi leNkosi enguMongami uYehova:+ Itsho iNkosi enguMongami uYehova kwiintaba nasezindulini,+ kwimiphantsi yemisinga nasezintlanjeni ukuthi: “Yabonani! Ndinizisela ikrele, yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuzitshabalalisa iindawo zenu eziphakamileyo.+

  • Hezekile 16:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Wathabatha ke ezinye zezambatho zakho waza wezenzela iindawo eziphakamileyo+ zemibala ngemibala, wazenza unongogo kuzo+—nto leyo engatshongo khona, obungafanelanga kuyenza.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share