IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 23:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 “Makungabikho nanye ezintombini zakwaSirayeli ethi ibe ngunongogo wasetempileni,+ kungabikho namnye nakoonyana bakaSirayeli othi abe lihenyu lasetempileni.+

  • 1 Kumkani 14:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Kwabakho namahenyu asetempileni elizweni.+ Wenza ngokuvisisana nazo zonke izinto ezicekisekayo zeentlanga awazigxothayo uYehova phambi koonyana bakaSirayeli.+

  • 1 Kumkani 22:46
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 46 Onke amahenyu asetempileni+ awayesele ngemihla ka-Asa uyise wawatshayela kwelo lizwe.+

  • 1 Korinte 6:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Intoni! Anazi na ukuba abantu abangengomalungisa abayi kubudla ilifa ubukumkani bukaThixo?+ Ningalahlekiswa. Abahenyuzi,+ nabanquli-zithixo,+ nabakrexezi,+ namadoda agcinelwe iinjongo ezingezozamvelo,+ namadoda alala namadoda,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share