Levitikus 20:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “‘Ukuba ithe indoda yalala nendoda njengokuba kulalwa nomfazi, bobabini benze into ecekisekayo.+ Mababulawe bafe. Igazi labo liphezu kwabo. Roma 1:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 namadoda akushiya ukusebenza kwemvelo kwamabhinqa+ aza atshisekelana ngamandla, amadoda ekhanuka amadoda,+ esebenza oko kungamanyala,+ ezamkelela imbuyekezo ezeleyo,+ eyayiwafanele ngenxa yesiphoso sawo.+ 1 Korinte 6:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Intoni! Anazi na ukuba abantu abangengomalungisa abayi kubudla ilifa ubukumkani bukaThixo?+ Ningalahlekiswa. Abahenyuzi,+ nabanquli-zithixo,+ nabakrexezi,+ namadoda agcinelwe iinjongo ezingezozamvelo,+ namadoda alala namadoda,+ 1 Timoti 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 abahenyuzi,+ amadoda alalanayo, abaqweqwedisi, amaxoki, abafungi bobuxoki,+ nayo nayiphi na enye into echasene+ nemfundiso ephilileyo+ Yuda 7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kananjalo iSodom neGomora nezixeko ezazingakuzo,+ emva kokuba nazo ngohlobo olufanayo nabangaphambili zahenyuza ngokugqithiseleyo zaza zalandela inyama ngokuchasene nemvelo,+ zibekwe phambi kwethu njengomzekelo+ osisilumkiso ngokuva isohlwayo sesigwebo somlilo ongunaphakade.+
13 “‘Ukuba ithe indoda yalala nendoda njengokuba kulalwa nomfazi, bobabini benze into ecekisekayo.+ Mababulawe bafe. Igazi labo liphezu kwabo.
27 namadoda akushiya ukusebenza kwemvelo kwamabhinqa+ aza atshisekelana ngamandla, amadoda ekhanuka amadoda,+ esebenza oko kungamanyala,+ ezamkelela imbuyekezo ezeleyo,+ eyayiwafanele ngenxa yesiphoso sawo.+
9 Intoni! Anazi na ukuba abantu abangengomalungisa abayi kubudla ilifa ubukumkani bukaThixo?+ Ningalahlekiswa. Abahenyuzi,+ nabanquli-zithixo,+ nabakrexezi,+ namadoda agcinelwe iinjongo ezingezozamvelo,+ namadoda alala namadoda,+
10 abahenyuzi,+ amadoda alalanayo, abaqweqwedisi, amaxoki, abafungi bobuxoki,+ nayo nayiphi na enye into echasene+ nemfundiso ephilileyo+
7 Kananjalo iSodom neGomora nezixeko ezazingakuzo,+ emva kokuba nazo ngohlobo olufanayo nabangaphambili zahenyuza ngokugqithiseleyo zaza zalandela inyama ngokuchasene nemvelo,+ zibekwe phambi kwethu njengomzekelo+ osisilumkiso ngokuva isohlwayo sesigwebo somlilo ongunaphakade.+