IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 7:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Nendlu yakho nobukumkani bakho ngokuqinisekileyo buya kuqina ukusa kwixesha elingenammiselo phambi kwakho; netrone yakho kanye iya kumiselwa ngokuqinileyo ukusa kwixesha elingenammiselo.”’”+

  • 1 Kronike 17:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “‘“Kuya kuthi xa izalisekile imihla yakho yokuba uye kookhokho bakho,+ ngokuqinisekileyo ndiya kukuvelisela imbewu yakho emva kwakho komnye woonyana bakho,+ yaye eneneni ndiya kubumisela ngokuqinileyo ubukumkani bakhe.+

  • 1 Kronike 22:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Khangela! Uya kuzalelwa+ unyana. Yena uya kuba yindoda yokuphumla, yaye ngokuqinisekileyo ndiya kumnika ukuphumla kuzo zonke iintshaba zakhe macala onke;+ uya kuba nguSolomon+ igama lakhe, yaye ngemihla yakhe ndiya kumjizeka uSirayeli ngoxolo+ nokuzola.

  • 1 Kronike 28:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ngokuqinisekileyo ndiya kubumisela ngokuqinileyo ubukumkani+ bakhe ukusa kwixesha elingenammiselo ukuba uthe wazimisela ngamandla ukwenza imiyalelo yam+ nezigwebo zam,+ njengoko kunjalo namhlanje.’

  • INdumiso 89:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Ndakuba ndifungile ebungcweleni bam,+

      Andiyi kumxokisa uDavide.+

  • INdumiso 132:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 UYehova ufungile kuDavide,+

      Enyanisweni akayi kuhlehla kuko oko:+

      “Owesiqhamo sesisu sakho+

      Ndiya kumbeka etroneni yakho.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share