2 Kronike 16:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ke yena ukumkani uAsa, wathabatha wonke uYuda,+ waza wathwala amatye namaplanga aseRama+ awayesakha ngawo uBhahasha,+ yaye wakha ngawo iGebha+ neMizpa.+
6 Ke yena ukumkani uAsa, wathabatha wonke uYuda,+ waza wathwala amatye namaplanga aseRama+ awayesakha ngawo uBhahasha,+ yaye wakha ngawo iGebha+ neMizpa.+