1 Kumkani 15:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 UKumkani uAsa wabiza wonke uYuda+—kwakungekho namnye ukhululekileyo—yaye wathwala amatye namaplanga aseRama, awayesakha ngawo uBhahasha; waza uKumkani uAsa wakha ngawo iGebha+ yakwaBhenjamin, neMizpa.+
22 UKumkani uAsa wabiza wonke uYuda+—kwakungekho namnye ukhululekileyo—yaye wathwala amatye namaplanga aseRama, awayesakha ngawo uBhahasha; waza uKumkani uAsa wakha ngawo iGebha+ yakwaBhenjamin, neMizpa.+