IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 7:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Yakuba izalisekile imihla yakho,+ umele ulale kookhokho bakho,+ ndiya kwandula ke ngokuqinisekileyo ndikuvelisele imbewu yakho emva kwakho, eya kuphuma ezibilinini zakho; yaye eneneni ndiya kubumisela ngokuqinileyo ubukumkani bayo.+

  • 1 Kumkani 8:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Ke kaloku, Yehova THIXO kaSirayeli, kugcine kumkhonzi wakho uDavide ubawo oko wamthembisa kona, usithi, ‘Akuyi kubakho mntu wakho uya kunqunyulwa phambi kwam ukuba ahlale etroneni kaSirayeli,+ ukuba kuphela oonyana bakho baya kunyamekela indlela yabo ngokuhamba phambi kwam kanye njengoko wahambayo phambi kwam.’

  • INdumiso 89:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Ngokuqinisekileyo ndiya kuyimisa imbewu yakhe ngonaphakade+

      Netrone yakhe ibe njengemihla yezulu.+

  • INdumiso 132:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ukuba oonyana bakho baya kuwugcina umnqophiso wam+

      Nezikhumbuzo zam endiya kubafundisa zona,+

      Kwanoonyana babo ngonaphakade+

      Baya kuhlala etroneni yakho.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share