1 Kumkani 15:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kwathi kamsinya nje akukuva oko uBhahasha, wayeka ngoko nangoko ukwakha iRama+ waza waqhubeka ehlala eTirtsa.+ 1 Kumkani 15:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Ngonyaka wesithathu ka-Asa ukumkani wakwaYuda, uBhahasha unyana ka-Ahiya waba ngukumkani phezu koSirayeli wonke eTirtsa iminyaka engamashumi amabini anesine.+
21 Kwathi kamsinya nje akukuva oko uBhahasha, wayeka ngoko nangoko ukwakha iRama+ waza waqhubeka ehlala eTirtsa.+
33 Ngonyaka wesithathu ka-Asa ukumkani wakwaYuda, uBhahasha unyana ka-Ahiya waba ngukumkani phezu koSirayeli wonke eTirtsa iminyaka engamashumi amabini anesine.+