1 Kumkani 14:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngokuqinisekileyo uYehova uya kuzivelisela ukumkani+ phezu koSirayeli oya kunqumla indlu kaYerobhoham ngaloo mini, kuthekani ukuba oko kuza kwenzeka kanye ngoku?+ 1 Kumkani 15:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 UBhahasha+ unyana ka-Ahiya wendlu kaIsakare wamenzela iyelenqe; waza uBhahasha wamxabela eGibheton,+ eyayiyeyamaFilisti, ngoxa uNadabhi nawo onke amaSirayeli babengqinge iGibheton.
14 Ngokuqinisekileyo uYehova uya kuzivelisela ukumkani+ phezu koSirayeli oya kunqumla indlu kaYerobhoham ngaloo mini, kuthekani ukuba oko kuza kwenzeka kanye ngoku?+
27 UBhahasha+ unyana ka-Ahiya wendlu kaIsakare wamenzela iyelenqe; waza uBhahasha wamxabela eGibheton,+ eyayiyeyamaFilisti, ngoxa uNadabhi nawo onke amaSirayeli babengqinge iGibheton.