Yoshuwa 19:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 nase-Elitekehe naseGibheton+ naseBhahalati,+ Yoshuwa 21:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Yaye kwisizwe sakwaDan, iEliteke nedlelo layo, iGibheton+ nedlelo layo, 1 Kumkani 15:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 UBhahasha+ unyana ka-Ahiya wendlu kaIsakare wamenzela iyelenqe; waza uBhahasha wamxabela eGibheton,+ eyayiyeyamaFilisti, ngoxa uNadabhi nawo onke amaSirayeli babengqinge iGibheton.
27 UBhahasha+ unyana ka-Ahiya wendlu kaIsakare wamenzela iyelenqe; waza uBhahasha wamxabela eGibheton,+ eyayiyeyamaFilisti, ngoxa uNadabhi nawo onke amaSirayeli babengqinge iGibheton.