1 Kumkani 16:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Yaye uOmri waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova waza wenza okubi ngakumbi kunokuba benzayo abo babengaphambi kwakhe.+ 1 Kumkani 21:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Akukho bani uye waba njengoAhabhi,+ owazithengisela ukwenza okubi emehlweni kaYehova, owathundezwa nguIzebhele+ umfazi wakhe.+ 2 Kumkani 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova,+ kuphela nje wayengenzi njengoyise+ okanye njengonina, kuba wayishenxisa intsika engcwele+ kaBhahali eyayenziwe nguyise.+
25 Yaye uOmri waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova waza wenza okubi ngakumbi kunokuba benzayo abo babengaphambi kwakhe.+
25 Akukho bani uye waba njengoAhabhi,+ owazithengisela ukwenza okubi emehlweni kaYehova, owathundezwa nguIzebhele+ umfazi wakhe.+
2 Waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova,+ kuphela nje wayengenzi njengoyise+ okanye njengonina, kuba wayishenxisa intsika engcwele+ kaBhahali eyayenziwe nguyise.+