1 Kumkani 14:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 kodwa wenza okubi ngakumbi kunabo bonke abo babengaphambi kwakho, wahamba waya kuzenzela omnye uthixo+ nemifanekiso etyhidiweyo+ ukuze undicaphukise,+ yaye undinikele umva;+ Mika 6:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Imimiselo kaOmri+nawo wonke umsebenzi wendlu ka-Ahabhi uyagcinwa,+ yaye nina nihamba ngamacebo abo;+ ukuze ndinenze into yokukhwankqisa nabemi baso into yokubethelwa umlozi;+ niya kuthwala ihlazo lezizwana.”+
9 kodwa wenza okubi ngakumbi kunabo bonke abo babengaphambi kwakho, wahamba waya kuzenzela omnye uthixo+ nemifanekiso etyhidiweyo+ ukuze undicaphukise,+ yaye undinikele umva;+
16 Imimiselo kaOmri+nawo wonke umsebenzi wendlu ka-Ahabhi uyagcinwa,+ yaye nina nihamba ngamacebo abo;+ ukuze ndinenze into yokukhwankqisa nabemi baso into yokubethelwa umlozi;+ niya kuthwala ihlazo lezizwana.”+