Duteronomi 7:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Uze ungendiselani nazo. Intombi yakho uze ungayiniki unyana wakhe, nentombi yakhe uze ungayithabatheli unyana wakho.+ Yoshuwa 23:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Kodwa ukuba niye najika,+ nanamathela kwezi ntlanga ziseleyo,+ ezi zisele nani, nendiselana+ kunye nazo, nangena phakathi kwazo, nazo phakathi kwenu,
3 Uze ungendiselani nazo. Intombi yakho uze ungayiniki unyana wakhe, nentombi yakhe uze ungayithabatheli unyana wakho.+
12 “Kodwa ukuba niye najika,+ nanamathela kwezi ntlanga ziseleyo,+ ezi zisele nani, nendiselana+ kunye nazo, nangena phakathi kwazo, nazo phakathi kwenu,