IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 34:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Wandule uthabathele oonyana bakho+ ezintombini zabo, zize ngokuqinisekileyo iintombi zabo zibe neentlobano zokuziphatha okubi kunye noothixo bazo zize zibenze nabo oonyana bakho babe neentlobano zokuziphatha okubi kunye noothixo bazo.+

  • Duteronomi 7:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Uze ungendiselani nazo. Intombi yakho uze ungayiniki unyana wakhe, nentombi yakhe uze ungayithabatheli unyana wakho.+

  • ABagwebi 3:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Bazithabathela iintombi zawo ukuba zibe ngabafazi babo,+ kwaye ezabo iintombi bazinika oonyana bawo,+ baza bakhonza oothixo bawo.+

  • 1 Kumkani 11:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kwathi ngexesha lokuba mdala+ kukaSolomon abafazi bakhe bayenza intliziyo yakhe yatyekela+ ekulandeleni abanye oothixo;+ kwaye intliziyo yakhe ayizange iphelele+ kuYehova uThixo wakhe njengentliziyo kaDavide uyise.

  • Ezra 9:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kuba baye bamkela ezinye zeentombi zazo bona noonyana babo;+ yaye, imbewu engcwele,+ ixubene+ nezizwana zamazwe, isandla seenkosana namasekela-baphathi ibe sesona siphambili+ koku kungathembeki.”

  • Nehemiya 13:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Ngaloo mihla ndabona amaYuda awayethabathe+ abafazi bama-Ashdode,+ ama-Amoni namaMowabhi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share