2 Kumkani 4:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Waza uElisha wathi kuye: “Ndikwenzele ntoni na?+ Ndixelele; unantoni na endlwini?” Yena wathi: “Isicakakazi sakho asinanto konke konke endlwini ngaphandle kwengqayi yeoli enomlomo omde.”+
2 Waza uElisha wathi kuye: “Ndikwenzele ntoni na?+ Ndixelele; unantoni na endlwini?” Yena wathi: “Isicakakazi sakho asinanto konke konke endlwini ngaphandle kwengqayi yeoli enomlomo omde.”+