INdumiso 65:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Uyiphethulele emhlabeni ingqalelo yakho, ukuze uwunike intabalala;+Uwutyebisa kakhulu.Umsinga ovela kuThixo uzele ngamanzi.+Ulungisa ukudla kwabo okuziinkozo,+Kuba leyo yindlela owulungisa ngayo umhlaba.+ INdumiso 65:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kukho ukuzaliswa ngamanzi kwemijelo yawo, ukulungelelaniswa kwamafu awo;+Uwuthambisa ngomvumbi; uyawasikelela amahlumelo awo.+ Yeremiya 14:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Phakathi kwezithixo ezililize+ bakho na abanganisa imvula, okanye namazulu ngokwawo angawunisa na umvumbi?+ Asinguwe na, Yehova Thixo wethu?+ Sithembe wena, kuba nguwe ozenzileyo zonke ezi zinto.+ Mateyu 5:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 ukuze nizingqine ningoonyana boYihlo osemazulwini,+ ekubeni elenza ilanga lakhe liphume kubantu abangendawo nabalungileyo nemvula eyinisa kubantu abangamalungisa nabangengomalungisa.+
9 Uyiphethulele emhlabeni ingqalelo yakho, ukuze uwunike intabalala;+Uwutyebisa kakhulu.Umsinga ovela kuThixo uzele ngamanzi.+Ulungisa ukudla kwabo okuziinkozo,+Kuba leyo yindlela owulungisa ngayo umhlaba.+
10 Kukho ukuzaliswa ngamanzi kwemijelo yawo, ukulungelelaniswa kwamafu awo;+Uwuthambisa ngomvumbi; uyawasikelela amahlumelo awo.+
22 Phakathi kwezithixo ezililize+ bakho na abanganisa imvula, okanye namazulu ngokwawo angawunisa na umvumbi?+ Asinguwe na, Yehova Thixo wethu?+ Sithembe wena, kuba nguwe ozenzileyo zonke ezi zinto.+
45 ukuze nizingqine ningoonyana boYihlo osemazulwini,+ ekubeni elenza ilanga lakhe liphume kubantu abangendawo nabalungileyo nemvula eyinisa kubantu abangamalungisa nabangengomalungisa.+