IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 13:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Oyiyekileyo intonga yakhe umthiyile unyana wakhe,+ kodwa omthandayo umfunela ingqeqesho.+

  • IMizekeliso 29:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Mbethe unyana wakho yaye uya kukuzisela ukuphumla awuyolise umphefumlo wakho.+

  • Galati 6:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Bazalwana, ukuba umntu uqutyulwe sisiphoso,+ nina enineemfaneleko zokomoya+ zamani ukumlungisa umntu onjalo ngomoya wobulali,+ nizilumkela+ ukuba ningahendwa nani.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share