1 Samuweli 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Uze umxelele ke ukuba ndiyayigweba indlu yakhe+ ukusa kwixesha elingenammiselo ngenxa yesiphoso asaziyo,+ ngenxa yokuba oonyana bakhe baqalekisa uThixo,+ yena akabakhalimela.+ 1 Kumkani 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yaye uyise akazange amenze buhlungu nangaliphi na ixesha ngokuthi: “Kutheni na wenze ngale ndlela?”+ Yaye wayemhle kakhulu ngenkangeleko,+ yaye unina wayemzele emva koAbhisalom. IMizekeliso 29:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Intonga nesohlwayo zinika ubulumko;+ kodwa inkwenkwe eyekelelwayo iya kumhlazisa unina.+
13 Uze umxelele ke ukuba ndiyayigweba indlu yakhe+ ukusa kwixesha elingenammiselo ngenxa yesiphoso asaziyo,+ ngenxa yokuba oonyana bakhe baqalekisa uThixo,+ yena akabakhalimela.+
6 Yaye uyise akazange amenze buhlungu nangaliphi na ixesha ngokuthi: “Kutheni na wenze ngale ndlela?”+ Yaye wayemhle kakhulu ngenkangeleko,+ yaye unina wayemzele emva koAbhisalom.