Isaya 41:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Xelani izinto eziza kuza emva koko, ukuze sazi ukuba ningoothixo.+ Ewe, nifanele nenze okulungileyo okanye nenze okubi, ukuze sibhekabheke size sibone kwangaxeshanye.+
23 Xelani izinto eziza kuza emva koko, ukuze sazi ukuba ningoothixo.+ Ewe, nifanele nenze okulungileyo okanye nenze okubi, ukuze sibhekabheke size sibone kwangaxeshanye.+