Isaya 46:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Bamthwala emagxeni,+ bamfunqule baze bambeke endaweni yakhe ukuze eme ngxi. Kuloo ndawo ami kuyo akasuki.+ Umntu udanduluka kuye, kodwa akaphenduli; akamsindisi ekubandezelekeni kwakhe.+ Yeremiya 10:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Zinjengonomgogwana kwintsimi yekomkomere, yaye azinakuthetha.+ Zimele zithwalwe, kuba azikwazi kuhamba.+ Musa ukuzoyika, kuba azinakwenza nto iyintlekele yaye, ngaphezu koko, azinako ukwenza nakuphi na okulungileyo.”+
7 Bamthwala emagxeni,+ bamfunqule baze bambeke endaweni yakhe ukuze eme ngxi. Kuloo ndawo ami kuyo akasuki.+ Umntu udanduluka kuye, kodwa akaphenduli; akamsindisi ekubandezelekeni kwakhe.+
5 Zinjengonomgogwana kwintsimi yekomkomere, yaye azinakuthetha.+ Zimele zithwalwe, kuba azikwazi kuhamba.+ Musa ukuzoyika, kuba azinakwenza nto iyintlekele yaye, ngaphezu koko, azinako ukwenza nakuphi na okulungileyo.”+