Genesis 26:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 UYehova wabonakala kuye ngobo busuku waza wathi: “NdinguThixo ka-Abraham uyihlo.+ Musa ukoyika,+ kuba ndinawe, yaye ndiza kukusikelela ndize ndiyandise imbewu yakho ngenxa ka-Abraham umkhonzi wam.”+ 2 Kronike 20:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Asinguwe na, Thixo wethu,+ ogxothe abemi beli lizwe phambi kwabantu bakho amaSirayeli+ waza wabanikela+ kwimbewu ka-Abraham, isithandane sakho,+ ukusa kwixesha elingenammiselo?
24 UYehova wabonakala kuye ngobo busuku waza wathi: “NdinguThixo ka-Abraham uyihlo.+ Musa ukoyika,+ kuba ndinawe, yaye ndiza kukusikelela ndize ndiyandise imbewu yakho ngenxa ka-Abraham umkhonzi wam.”+
7 Asinguwe na, Thixo wethu,+ ogxothe abemi beli lizwe phambi kwabantu bakho amaSirayeli+ waza wabanikela+ kwimbewu ka-Abraham, isithandane sakho,+ ukusa kwixesha elingenammiselo?