1 Samuweli 12:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 USamuweli wabiza kuYehova,+ waza uYehova waqala ukunika iindudumo nemvula ngaloo mini,+ kangangokuba bonke abantu bamoyika kakhulu uYehova noSamuweli. Yobhi 38:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Ngubani onokuwabala kanye kanye amafu ngobulumko,Okanye iingqayi zamanzi amazulu—ngubani na onokuzithulula,+ INdumiso 68:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Waqalisa ukunisa izantyalantyala zemvula, Thixo;+Ilifa lakho, kwanaxa lalibharhile—wena walihlaziya.+
18 USamuweli wabiza kuYehova,+ waza uYehova waqala ukunika iindudumo nemvula ngaloo mini,+ kangangokuba bonke abantu bamoyika kakhulu uYehova noSamuweli.
37 Ngubani onokuwabala kanye kanye amafu ngobulumko,Okanye iingqayi zamanzi amazulu—ngubani na onokuzithulula,+ INdumiso 68:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Waqalisa ukunisa izantyalantyala zemvula, Thixo;+Ilifa lakho, kwanaxa lalibharhile—wena walihlaziya.+
9 Waqalisa ukunisa izantyalantyala zemvula, Thixo;+Ilifa lakho, kwanaxa lalibharhile—wena walihlaziya.+