2 Samuweli 19:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Wayenewaka lamadoda akwaBhenjamin. (KwanoTsibha+ umlindi wendlu kaSawule noonyana bakhe abalishumi elinesihlanu+ nabakhonzi bakhe abangamashumi amabini babenaye, yaye bafika ngokunempumelelo eYordan phambi kokumkani.
17 Wayenewaka lamadoda akwaBhenjamin. (KwanoTsibha+ umlindi wendlu kaSawule noonyana bakhe abalishumi elinesihlanu+ nabakhonzi bakhe abangamashumi amabini babenaye, yaye bafika ngokunempumelelo eYordan phambi kokumkani.