Numeri 11:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngoko kunokuba undenjenjalo, nceda usele undibulala ndife fi,+ ukuba ndikholekile emehlweni akho, ndingayiboni intlekele yam.” Yobhi 3:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kutheni kukho abo balinde ukufa, kube kungekho,+Nangona beqhubeka bekumba ngaphezu kobuncwane obufihliweyo? Yona 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ke kaloku, khawuncede, Yehova, uwuthabathe kum umphefumlo wam,+ kuba kulunge ngakumbi ukufa kum kunokuphila.”+
15 Ngoko kunokuba undenjenjalo, nceda usele undibulala ndife fi,+ ukuba ndikholekile emehlweni akho, ndingayiboni intlekele yam.”
21 Kutheni kukho abo balinde ukufa, kube kungekho,+Nangona beqhubeka bekumba ngaphezu kobuncwane obufihliweyo?
3 Ke kaloku, khawuncede, Yehova, uwuthabathe kum umphefumlo wam,+ kuba kulunge ngakumbi ukufa kum kunokuphila.”+