IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 11:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ngoko kunokuba undenjenjalo, nceda usele undibulala ndife fi,+ ukuba ndikholekile emehlweni akho, ndingayiboni intlekele yam.”

  • 1 Kumkani 19:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Wahamba uhambo oluthabatha usuku waya entlango, ekuhambeni kwethuba wafika phantsi komthi othile womtshayelo.+ Yaye wacela ukuba umphefumlo wakhe ufe kwaye wathi: “Kwanele! Owu Yehova, wuthabathe umphefumlo wam,+ kuba andilunganga ngaphezu kookhokho bam.”

  • Yobhi 6:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  9 Aze uThixo aqhubeke andityumze,

      Asikhulule isandla sakhe andinqumle!+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share