2 Kumkani 9:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ekufikeni kwakho apho, ubone uYehu+ unyana kaYehoshafati unyana kaNimshi; uze ungene umphakamise phakathi kwabazalwana bakhe, umzise kwelona gumbi lingaphakathi.+ 2 Kumkani 9:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ekuhambeni kwethuba uYehu wafika eYizereli,+ yaye uIzebhele+ wakuva oko. Kwaye wawaqaba+ amehlo akhe ngesithambiso esimnyama walungisa nentloko yakhe kakuhle+ waza wakhangela phantsi ngefestile.+
2 Ekufikeni kwakho apho, ubone uYehu+ unyana kaYehoshafati unyana kaNimshi; uze ungene umphakamise phakathi kwabazalwana bakhe, umzise kwelona gumbi lingaphakathi.+
30 Ekuhambeni kwethuba uYehu wafika eYizereli,+ yaye uIzebhele+ wakuva oko. Kwaye wawaqaba+ amehlo akhe ngesithambiso esimnyama walungisa nentloko yakhe kakuhle+ waza wakhangela phantsi ngefestile.+