2 Kumkani 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Wandula ke uEliya wathabatha umnweba wakhe+ wawusonga waza wabetha amanzi, aza ahlukana aya ngapha nangapha, kangangokuba bobabini bawela kumhlaba owomileyo.+
8 Wandula ke uEliya wathabatha umnweba wakhe+ wawusonga waza wabetha amanzi, aza ahlukana aya ngapha nangapha, kangangokuba bobabini bawela kumhlaba owomileyo.+