1 Kumkani 19:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngako oko wemka apho waza wafumana uElisha unyana kaShafati ngoxa wayelima+ ngezipani ezilishumi elinesibini phambi kwakhe, kwaye yena wayekweseshumi elinesibini. Ngoko uEliya wawelela kuye waza wamphosela umnweba+ wakhe. 2 Kumkani 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Emva koko wathabatha umnweba+ kaEliya owawuwe kuye, wabuyela emva waya kuma ngakunxweme lweYordan.
19 Ngako oko wemka apho waza wafumana uElisha unyana kaShafati ngoxa wayelima+ ngezipani ezilishumi elinesibini phambi kwakhe, kwaye yena wayekweseshumi elinesibini. Ngoko uEliya wawelela kuye waza wamphosela umnweba+ wakhe.
13 Emva koko wathabatha umnweba+ kaEliya owawuwe kuye, wabuyela emva waya kuma ngakunxweme lweYordan.