2 Kumkani 6:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Emva koko uBhen-hadadi ukumkani waseSiriya waliqokelela ndawonye lonke iqela lakhe waza wenyuka waya kungqinga+ iSamariya. 2 Kumkani 17:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaye ukumkani waseAsiriya weza nxamnye nalo lonke ilizwe, wafika eSamariya wayingqinga+ iminyaka emithathu.
24 Emva koko uBhen-hadadi ukumkani waseSiriya waliqokelela ndawonye lonke iqela lakhe waza wenyuka waya kungqinga+ iSamariya.
5 Yaye ukumkani waseAsiriya weza nxamnye nalo lonke ilizwe, wafika eSamariya wayingqinga+ iminyaka emithathu.