IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 6:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ngokuqinisekileyo ndonithabatha nibe sisizwana sam,+ ndize ngokwenene ndizingqine ndinguThixo wenu;+ yaye niya kwazi ngokuqinisekileyo ukuba ndinguYehova uThixo wenu onikhuphayo phantsi koxanduva lwamaYiputa.+

  • Eksodus 7:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Aya kuthi ke azi ngokuqinisekileyo amaYiputa ukuba ndinguYehova ekusoluleni kwam isandla sam nxamnye neYiputa,+ ndibakhuphe ngokuqinisekileyo oonyana bakaSirayeli phakathi kwawo.”+

  • Eksodus 8:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Wathi: “Ngomso.” Wabuya wathi ke yena: “Kuya kuba ngokwelizwi lakho, ukuze wazi ukuba akukho bani unjengoYehova uThixo wethu,+

  • Hezekile 6:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Yaye ndiza kusolula isandla sam nxamnye nabo+ ndize ndilenze ilizwe libe yinkangala ephanzileyo, kwanesiphanziso ngaphezu kwentlango yaseDibhela, kuzo zonke iindawo zabo zokuhlala. Baya kwazi ukuba ndinguYehova.’”

  • Hezekile 39:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Yaye igama lam elingcwele ndiya kulazisa phakathi kwabantu bam amaSirayeli, ndingaliyeki lihlanjelwe kwakhona igama lam elingcwele;+ ukuze zazi iintlanga ukuba ndinguYehova,+ Lowo Ungcwele kwaSirayeli.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share