2 Kumkani 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Bandula ke oonyana babaprofeti+ ababeseBheteli beza kuElisha baza bathi kuye: “Ngaba ngokwenene uyazi ukuba namhlanje uYehova uza kuyithabatha inkosi yakho ingabi saba yintloko yakho?”+ Waza wathi: “Nam, ndikwazi kakuhle oko.+ Yithini cwaka.” Amosi 7:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wandula ke waphendula uAmosi wathi kuAmatsiya: “Ndandingengomprofeti, ndingenguye nonyana womprofeti;+ kodwa ndandingumalusi+ nomtheni wamakhiwane emithi yesikamore.
3 Bandula ke oonyana babaprofeti+ ababeseBheteli beza kuElisha baza bathi kuye: “Ngaba ngokwenene uyazi ukuba namhlanje uYehova uza kuyithabatha inkosi yakho ingabi saba yintloko yakho?”+ Waza wathi: “Nam, ndikwazi kakuhle oko.+ Yithini cwaka.”
14 Wandula ke waphendula uAmosi wathi kuAmatsiya: “Ndandingengomprofeti, ndingenguye nonyana womprofeti;+ kodwa ndandingumalusi+ nomtheni wamakhiwane emithi yesikamore.