IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 18:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ayixelelwanga na inkosi yam oko ndakwenzayo xa uIzebhele wabulala abaprofeti bakaYehova, indlela endabafihla ngayo abaprofeti bakaYehova, amadoda alikhulu ndawafaka ngamashumi amahlanu emqolombeni,+ ndaza ndaqhubeka ndibabonelela ngesonka namanzi?+

  • 1 Kumkani 20:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Indoda ethile yoonyana babaprofeti+ yathi kumhlobo wayo ngelizwi+ likaYehova: “Nceda, undixabele.” Kodwa le ndoda yala ukumxabela.

  • 2 Kumkani 4:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ke kaloku kwakukho umfazi othile wakubafazi boonyana+ babaprofeti owadanduluka kuElisha, esithi: “Umkhonzi wakho, indoda yam, ifile; yaye wena wazi kakuhle ukuba umkhonzi wakho uqhubeke emoyika+ uYehova, yaye umbolekisi+ uye weza wabathabatha bobabini abantwana bam ukuba babe ngamakhoboka akhe.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share