Numeri 11:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Wathi ke uYehova kuMoses: “Ndihlanganisele amadoda abe ngamashumi asixhenxe kumadoda amakhulu akwaSirayeli,+ owaziyo ukuba ngamadoda amakhulu abantu namagosa abo,+ uwazise ententeni yokuhlangana, eme khona nawe. Duteronomi 16:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “Uze uzimisele abagwebi+ namagosa+ phakathi kwawo onke amasango owanikwe nguYehova uThixo wakho ngokwezizwe zakho, bagwebe abantu ngobulungisa.
16 Wathi ke uYehova kuMoses: “Ndihlanganisele amadoda abe ngamashumi asixhenxe kumadoda amakhulu akwaSirayeli,+ owaziyo ukuba ngamadoda amakhulu abantu namagosa abo,+ uwazise ententeni yokuhlangana, eme khona nawe.
18 “Uze uzimisele abagwebi+ namagosa+ phakathi kwawo onke amasango owanikwe nguYehova uThixo wakho ngokwezizwe zakho, bagwebe abantu ngobulungisa.