1 Kumkani 22:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Yaye bayihlamba inqwelo yokulwa echibini laseSamariya, zaza izinja zalikhotha igazi lakhe+ (noonongogo babehlamba imizimba apho), ngokwelizwi likaYehova awayelithethile.+ 2 Kumkani 9:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ke kaloku wathi kuBhidekare umphathi-mkhosi wakhe:+ “Mphakamise; umphose kwisiqwenga somhlaba kaNabhoti umYizereli;+ kuba khumbula: Mna nawe sasikhwele sobabini emva koAhabhi uyise, waza uYehova wabhengeza+ oku nxamnye naye: Mateyu 7:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 kuba ngogwebo enigweba ngalo, niya kugwetywa kwangalo nani;+ nomlinganiselo enilinganisela ngawo, baya kunilinganisela kwangawo nani.+
38 Yaye bayihlamba inqwelo yokulwa echibini laseSamariya, zaza izinja zalikhotha igazi lakhe+ (noonongogo babehlamba imizimba apho), ngokwelizwi likaYehova awayelithethile.+
25 Ke kaloku wathi kuBhidekare umphathi-mkhosi wakhe:+ “Mphakamise; umphose kwisiqwenga somhlaba kaNabhoti umYizereli;+ kuba khumbula: Mna nawe sasikhwele sobabini emva koAhabhi uyise, waza uYehova wabhengeza+ oku nxamnye naye:
2 kuba ngogwebo enigweba ngalo, niya kugwetywa kwangalo nani;+ nomlinganiselo enilinganisela ngawo, baya kunilinganisela kwangawo nani.+