21 UYehoram wathi: “Bopha!”+ Ngoko inqwelo yakhe yokulwa yabotshwa yaye waphuma uYehoram ukumkani wakwaSirayeli noAhaziya+ ukumkani wakwaYuda, ngamnye ekwinqwelo yakhe yokulwa. Njengoko babeqhubeka besiya kuhlangabeza uYehu, bamfumana kwisiqwenga somhlaba kaNabhoti+ umYizereli.