2 Kumkani 10:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ekugqibeleni wafika eSamariya. Ke kaloku wabaxabela bonke abaka-Ahabhi ababesele eSamariya, de wababhubhisa,+ ngokwelizwi likaYehova awalithethayo kuEliya.+ 2 Kumkani 10:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ngenxa yoko uYehova wathi kuYehu: “Ngenxa yokuba uye wenza okuhle emehlweni am,+ waza wenza ngokuvumelana noko bekusentliziyweni yam ngendlu ka-Ahabhi,+ oonyana bakho besizukulwana sesine baya kukuhlalela etroneni yakwaSirayeli.”+
17 Ekugqibeleni wafika eSamariya. Ke kaloku wabaxabela bonke abaka-Ahabhi ababesele eSamariya, de wababhubhisa,+ ngokwelizwi likaYehova awalithethayo kuEliya.+
30 Ngenxa yoko uYehova wathi kuYehu: “Ngenxa yokuba uye wenza okuhle emehlweni am,+ waza wenza ngokuvumelana noko bekusentliziyweni yam ngendlu ka-Ahabhi,+ oonyana bakho besizukulwana sesine baya kukuhlalela etroneni yakwaSirayeli.”+