1 Kumkani 16:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Wahamba kuyo yonke indlela kaYerobhoham unyana kaNebhati+ nakwisono sakhe awamonisa ngaso uSirayeli ngokumcaphukisa uYehova uTHIXO kaSirayeli ngezithixo zakhe ezililize.+
26 Wahamba kuyo yonke indlela kaYerobhoham unyana kaNebhati+ nakwisono sakhe awamonisa ngaso uSirayeli ngokumcaphukisa uYehova uTHIXO kaSirayeli ngezithixo zakhe ezililize.+